Iintshumayelo Zamazwi Asixhenxe Kunye Nentshumayelo Yovuko (Amazwi Asixhenxe Angumnqamlezo)
3/5
()
About this ebook
Igama lombhali ngu-Reuben Velile Cwele. Wafunda e-Deepdale J.S. School ngexesha lenqununu engu Mnu. Maxwell Mandla Zililo. Ikhaya likwilali yase Deepdale, kwisiThili sase Harry Gwala, KwaZulu Natal. Waphumelela ibanga leshumi e-Phindavele High School ngonyaka ka-1987. Wafunda izifundo zakwaLizwi, waziphumelela ngonyaka ka1992. Ngomhla we-10/01/1993 watshata no-Nombuso Princess Manci. Ngomhla wama-23/05/1993 wagcotywa njengomfundisi wakwaLizwi.
KUNGANI LENCWADI IBALULEKE KANGAKA?
1.Okokuqala inkcazelo yayo ivela kwiBhayibhile yesi-Grike ekuyiyona nkcazo yeBhayibhile, kuba i-Testamente entsha yabhalwa ngolwimi lwesi-Grike.
2.Okwesibini ilungiselelwe ngendlela enocwangciso khon'ukuze ilandeleke ibe nokuqondwa ngabafundi bayo.
3.Iincwadi ezisetyenzisiweyo ngumbhali zibonisa uphando-nzulu alwenzileyo ukuze le ncwadi ibe kwinqanaba eliphakemeyo.
4.Kwisiphelo sentshumayelo nganye uyibonisile injongo yakhe umbhali, yokuyiqukumbela ngesifundo okanye ngombuzo onokuzibhenca tanci intshumayelo yakhe.
5.Le ncwadi isinika impendulo yokuthi kwakutheni u-Pilato abhale ngeelwimi ezintathu ukuthi, "UYesu ikumkani yamaYuda."
6.Iphinda inike impendulo yokuthi kwakutheni i-Testamente entsha ibhalwe ngolwimi lwesi-Grike, olungelulo ulwimi lwama-Yuda.
7.Njengoko umbhali ethandazile kakhulu kuThixo ngexesha ebhala le ncwadi, abafundi bayo bazophila emoyeni, bavuseleleke.
8.Le ncwadi ifundisa nzulu ngokwakhiwa nokulungiselelwa kwentshumayelo.
9.Abafundi bale ncwadi bazoba nolwazi olunzulu ngenkcazelo yeBhayibhile, kuba amagama amabhada njengoba iBhayibhile ingawaxelanga nje, le ncwadi iwabiza ngamagama asemakhayeni awo. Wakuba uyifundile le ncwadi uzoba nesiseko somlando we-Testamente entsha.
10.Umbhali uyakwethembisa ukuthi uzoyifumana ngaphakathi into ayithethayo la mazwi athi; “Amazwi asixhenxe angumnqamlezo.”
11.Lencwadi iyawuphakamisa umsebenzi woomama, ibaveza bezizethenjwa zika Kristu ekuhanjisweni komyalezo wovuko. Kuba boomama abantu abaqala ukushumayela uYesu Kristu evukile ekufeni.
Related to Iintshumayelo Zamazwi Asixhenxe Kunye Nentshumayelo Yovuko (Amazwi Asixhenxe Angumnqamlezo)
Related ebooks
Praying for the Lost Sheep: Sheep Without a Shepherd Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsGrace, Grace to It! Zechariah 4:7: The Gospel: from God’S Point of View. Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsLas 3 Venidas De Jesús the 3 Advents of Jesus Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Gospel in the Piano Keyboard? Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsGospel Truth Devotional: Revelations of Jesus Christ Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsChrist Is the End of the Law: The 21st Century Epistle Rating: 0 out of 5 stars0 ratings7 Steps to Attain Perfection: One seeking to know Jesus Christ in truth and in Spirit Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Lamb Eternal Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Lord's Passover: Bible Studies, #25 Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Book of Revelation: A Study of Christ in You, the Hope of Glory (Vol. 2) Chapters 8-13 Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsHow to Win a Soul to Christ and Make It a Lifestyle: Making Soul Winning Easy Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Biography of Jesus Christ: The Eternal Lamb Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsWe Are Created in God's Image': ‘In His Image’ Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsEncouragement from the Psalms: A Devotional Commentary Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsMwana-Adam ni Nani Naye ni Nini Mungu Amkomboe: Chuo cha Tatu, #3 Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsSpiritual Awakening to Divine Deliverance Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsUnforced Rhythms of Grace, Volume 1 Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsI Must Tell Jesus: This Is My Story Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThe Shadow of the Substance Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsUnlocking Revelation: The Simple Truth About the Book of Revelation Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsMy Greatest Teacher Beloved Holy Spirit Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsSacred Space: The Prayer Book 2015 Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThematic Expressions for the Lord's Supper: Comprehensive Practice of the Eucharist: Themes of Scripture That Reflect God's Grace Rating: 0 out of 5 stars0 ratings2017 Scripture & Evangelism Planner Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsThere Is a Blackout in the Church and God Is Not Pleased Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsJesus Christ the Pivot Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsEaster, and Beyond: Ten Sermons for Seniors Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsPassover to Pentecost Study Guide: 50 Days that Changed the World Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsPower of the Holy Spirit: Holy Spirit Power Rating: 0 out of 5 stars0 ratings
New Age & Spirituality For You
The Alchemist: A Graphic Novel Rating: 4 out of 5 stars4/5Mere Christianity Rating: 4 out of 5 stars4/5A Grief Observed Rating: 4 out of 5 stars4/5The Screwtape Letters Rating: 4 out of 5 stars4/5Don't Believe Everything You Think: Why Your Thinking Is The Beginning & End Of Suffering Rating: 5 out of 5 stars5/5The Mastery of Self: A Toltec Guide to Personal Freedom Rating: 5 out of 5 stars5/5The Four Loves Rating: 4 out of 5 stars4/5The Secret History of the World Rating: 3 out of 5 stars3/5Journey of Souls: Case Studies of Life Between Lives Rating: 5 out of 5 stars5/5A Course in Miracles: Text, Workbook for Students, Manual for Teachers Rating: 5 out of 5 stars5/5Eckhart Tolle's A New Earth Awakening to Your Life's Purpose Summary Rating: 4 out of 5 stars4/5Celebration of Discipline, Special Anniversary Edition Rating: 4 out of 5 stars4/5As A Man Thinketh: Three Perspectives Rating: 4 out of 5 stars4/5Surprised by Joy: The Shape of My Early Life Rating: 4 out of 5 stars4/5A Calendar of Wisdom: Daily Thoughts to Nourish the Soul, Written and Se Rating: 4 out of 5 stars4/5The Three Questions: How to Discover and Master the Power Within You Rating: 4 out of 5 stars4/5The Abolition of Man Rating: 4 out of 5 stars4/5Reflections on the Psalms Rating: 4 out of 5 stars4/5Outrageous Openness: Letting the Divine Take the Lead Rating: 5 out of 5 stars5/5Workbook & Summary of Becoming Supernatural How Common People Are Doing the Uncommon by Joe Dispenza: Workbooks Rating: 0 out of 5 stars0 ratingsNo Man Is an Island Rating: 4 out of 5 stars4/5Conversations With God, Book 3: Embracing the Love of the Universe Rating: 4 out of 5 stars4/5Falling Upward: A Spirituality for the Two Halves of Life Rating: 4 out of 5 stars4/5As a Man Thinketh Rating: 4 out of 5 stars4/5
Reviews for Iintshumayelo Zamazwi Asixhenxe Kunye Nentshumayelo Yovuko (Amazwi Asixhenxe Angumnqamlezo)
10 ratings1 review
- Rating: 5 out of 5 stars5/5Whow to get this book? I want to buy this book
1 person found this helpful
Book preview
Iintshumayelo Zamazwi Asixhenxe Kunye Nentshumayelo Yovuko (Amazwi Asixhenxe Angumnqamlezo) - Reuben Velile Cwele
IINTSHUMAYELO ZAMAZWI
ASIXHENXE KUNYE NENTSHUMAYELO YOVUKO
(AMAZWI ASIXHENXE
ANGUMNQAMLEZO)
IINTSHUMAYELO ZAMAZWI
ASIXHENXE KUNYE NENTSHUMAYELO YOVUKO
(AMAZWI ASIXHENXE
ANGUMNQAMLEZO)
Reuben Velile Cwele
Copyright © 2017 Reuben Velile Cwele
Published by Reuben Velile Cwele Publishing at Smashwords
First edition 2017
All rights reserved. No part of this book may be reproduced or transmitted in any form or by any means, electronic or mechanical, including photocopying, recording or any information storage or retrieval system without permission from the copyright holder.
The Author has made every effort to trace and acknowledge sources/resources/individuals. In the event that any images/information have been incorrectly attributed or credited, the Author will be pleased to rectify these omissions at the earliest opportunity.
CONTENTS
Umbulelo nesinikezelo
Umthandazo
Intshayelelo
Bawo; Baxolele; Kuba Abayazi Into Abayenzayo.
Inene, Ndithi Kuwe, Namhlanje Uya Kuba Nam Eparadisi.
Mfazi Nanko Unyana Wakho! Andule Athi Kumfundi Lowo, Nanko Unyoko.
Thixo Wam! Thixo Wam! Undishiye Ngani Na?
Ndinxaniwe.
Kugqityiwe.
Bawo, Ndiyawunikela Ezandleni Zakho Umoya Wam.
Ke Yiya Kubazalwana Bam, Uthi Kubo, Ndiyenyuka Ndiya KuBawo, KuYihlo, KuThixo Wam, KuThixo Wenu.
Bibliography
IBHALWE NGU REV. R.V. CWELE
Umbulelo nesinikezelo
Le ncwadi ndiyinikezela kwinkosikazi yakowethu uNkosk. Nombuso Princess Cwele kunye nomntwana wam uAthe-nkosi Brilliance Siyethemba Cwele. Ndibulela inkxaso yenu ekubhaleni kwam le ncwadi. Kwakhona ndenza omkhulu umbulelo ku-Rev. Lulama Freedom Baleni kwanakutitshalakazi Dlomo e-Msudukeni High School ababe luncedo ekuguquleni amagama abebhaleke ngesiZulu bawasa esiXhoseni.
Umthandazo
Bawo; Thixo oyingcwele ndiyakudumisa; ndiyakubulela ngothando olubonisayo kuthi thina bantwana bakho; awukhethi; uthando lwakho ulubonakalisa kwabenza kakuhle nakulabo abangenziyo kakuhle; yiyo lento incwadi yeeNdumiso isithi inceba yakho ikwizizukulwana ngezizukulwana; athi uYohane umvangeli; Kuba wenjenje uYehova ukulithanda kwakhe ihlabathi ude wancama unyana wakhe okuphela kwamzeleyo.
Ekuyinto enqabileyo ukuba umntu ancame into ekukuphela kwayo. Ndiyakubulela ngomsa wakho nangothando lwakho ngokundiphumelelisa ekubhaleni lencwadi nase kuprintweni kwayo. Ndinethemba elikhulu; kwakhona ndiyakholwa ukuba izakuthandwa nguMzantsi Afrika uphela. Ndithandazela ukuba bonke abazoyifunda ibavuselele ibanike ithemba elitsha ebomini babo. Badle ubomi beziqonda kunjalo nje bezamkele ukuba sele belusapho olutsha lwakho Thixo oyingcwele. Ndithandazela abashumayeli bawo onke amaCawa, bazo zonke izinkonzo endiyibhalele bona ukuba ibaxhobise xa bezilungiselela ukuya kuma emaqongeni ngeemini zePasika zokushunyayelwa kwamazwi asixhenxe. Ndithandazela ukuba ubazalise ngofefe lwakho nangoMoya wakho. Ndithandazela nayo irhamente abayoshumayela kuyo ukuba ibe njengomhlaba olungileyo azekelisa ngawo uYesu Kristu kumzekeliso womhlwayeli; babenjalo ukulungela iindaba ezilungileyo. Konke oku ndikucela egameni leNkosi yethu,